Inguqulelo ka disgrace in isiXhosa

disgrace

-hlaza

Ubizo-magama /diss-grayss/

isenzidisgraced, disgracing

  • 1

    -hlaza
    -hlazisa
    When my brother went to jail we felt he had disgraced our family Xa umnakwethu wayevalelwe ejele, saqonda ukuba ulihlazisile ikhaya lethu

isibizo

  • 1

    ihlazo
    He is a disgrace to the school Ulihlazo esikolweni