Inguqulelo ka distribute in isiXhosa

distribute

-hambisa

Ubizo-magama /diss-trib-yoot/

isenzidistributed, distributing

  • 1

    -hambisa
    -sasaza
    Please distribute the peaches to the children Nceda uhambise iipesika kubantwana
  • 2

    -lingana
    Stand on both feet so that your weight is evenly distributed Yima ngeenyawo zombini khona ukuze ubunzima bakho bulingane macala