Inguqulelo ka drive in isiXhosa

drive

-qhuba

Ubizo-magama /drive/

isenzidrove, driving, driven

  • 1

    -qhuba
    I am driving the car Ndiqhuba imoto
  • 2

    -sa
    -hambisa
    My father drove me to the station Utata wandisa esitishini ngemoto