Inguqulelo ka east in isiXhosa

east

impumalanga

Ubizo-magama /eest/

isibizo

  • 1

    impumalanga
    impuma
    The sun rises in the east Ilanga liphuma empuma

isiphawuli

  • 1

    PC+-sempuma
    Port Elizabeth is on the east coast IBhayi likunxweme lwasempuma

isihlomelo

  • 1

    ngasempuma
    She walked east Waya ngasempuma