Inguqulelo ka eclipse in isiXhosa

eclipse

umnyama

Ubizo-magama /i-klipss/

isibizoPlural eclipses

inzululwazi ngezelizwe

  • 1

    umnyama
    • a time when the moon comes between the Earth and sun, making everything dark, or a time when the Earth comes between the sun and moon, so that we cannot see light from the moon
    • ixesha apho inyanga iba phakathi kweplanethi iEarth kunye nelanga, oko kwenze kube mnyama yonke into, okanye apho iplanethi uEarth ingena phakathi kwelanga nenyanga, ukuze singakuboni ukukhanya kwenyanga