Inguqulelo ka emotion in isiXhosa

emotion

imvakalelo

Ubizo-magama /i-moh-shuhn/

isibizoPlural emotions

  • 1

    imvakalelo
    uvakalelo
    uchukumiseko
    Our emotions include joy, grief, fear, etc. Iimvakalelo zethu ziquka uvuyo, usizi, uloyiko njl