Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika empty in isiXhosa

: empty1empty2

empty1

-ngenanto

Ubizo-magama /emp-tee/

isiphawuliemptier, emptiest

  • 1

    -ngenanto
    -ze
    -liphanga
    -lihamte
    Here is an empty bottle Nantsi ibhotile eliphanga
    → Antonym of full

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika empty in isiXhosa

: empty1empty2

empty2

-khupha konke

Ubizo-magama /emp-tee/

isenziemptied, emptying

  • 1

    -khupha konke
    -enza ze
    -enza ingabi nanto
    Empty all the water from this bottle Khupha onke amanzi kule bhotile
    → Antonym of fill