Inguqulelo ka environment in isiXhosa

environment

ubume bendawo

Ubizo-magama /en-vy-ruhn-muhnt/

isibizoPlural environments

  • 1

    ubume bendawo
    imeko yendawo
    okusingqongileyo
    indawo
    Don't keep books in a damp environment Musa ukubeka iincwadi kwindawo efumileyo
  • 2

    I-ikholoji
    okusingqongileyo
    indalo
    Pollution from factories and cars harms our environment Ukungcola okuphuma kwimizi-mveliso nasezimotweni konakalisa indalo yethu
    • the natural world, including the air, soil, climate, animals, plants, and other things around us
    • ilizwe lendalo, eliquka umoya, umhlaba, imozulu, izilwanyana, izityalo kunye nezinye izinto ezisingqongileyo