Inguqulelo ka exchange rate in isiXhosa

exchange rate

umlinganiselo wotshintsho

isibizoPlural exchange rates

ufundo ngezoqoqosho

  • 1

    umlinganiselo wotshintsho
    ixabiso
    What is the exchange rate of the rand against the dollar today? Liyintoni ixabiso lerandi kutshintsho nedola namhlanje?
    • the value of one currency against another currency
    • ixabiso lemali yelizwe elithile xa ithelekiswa neyelinye ilizwe