Inguqulelo ka exclamation mark in isiXhosa

exclamation mark

uphawu lwesikhuzo

Ubizo-magama /ekss-kluh-may-shuhn maak/

isibizoPlural exclamation marks

inzululwazi geelwimi

  • 1

    uphawu lwesikhuzo
    Wow! Whowu!
    Go away! Mka!
    • the punctuation mark "!" that is put after words to show that they have been shouted or are surprising
    • uphawu "!" olubekwa emva kwamagama ukubonisa ukuba akhwaziwe okanye ayamangalisa