Inguqulelo ka feeling in isiXhosa

feeling

uvakalelo

Ubizo-magama /feel-ing/

isibizoPlural feelings

  • 1

    uvakalelo
    umoya
    You have hurt my feelings Uwenzakalisile umoya wam
  • 2

    uluvo
    inkolelo
    ingqondo
    I have a feeling that there is danger here Ndinoluvo lokuba kukho ingozi apha