Inguqulelo ka feminist in isiXhosa

feminist

itshantliziyo lamalungelo amabhinqa

Ubizo-magama /fem-in-ist/

isibizoPlural feminists

Inzululwazi ngoluntu

  • 1

    itshantliziyo lamalungelo amabhinqa
    Feminists fought for the right of women to vote Amatshantliziyo amalungelo amabhinqa alwela ilungelo lokuvota lamabhinqa
    • a person who believes that women should have the same rights and opportunities as men
    • umntu okholelwa ukuba amabhinqa anamalungelo namathuba afanayo nawamadoda