Inguqulelo ka fibre in isiXhosa

fibre

umcu

Ubizo-magama /fy-buh/

isibizoPlural fibres

  • 1

    umcu
    usinga
    fibres of cotton imicu yomqhaphu
  • 2

    ifayibha
    isintlakantlakiso
    Vegetables and fruit have fibre in them which makes food pass through the gut Imifuno neziqhamo zinefayibha eyenza ukutya kudlule ngethumbu