Inguqulelo ka flip in isiXhosa

flip

-jika

Ubizo-magama /flip/

isenziflipped, flipping

  • 1

    -jika
    -tyhila
    -guqula
    Flip the card over and see what's on the back Jika ikhadi ubone ukuba yintoni na engemva
  • 2

    -phosa
    Flip a coin into the air Phosa imali phezulu