Inguqulelo ka floor in isiXhosa

floor

umgangatho

Ubizo-magama /flaw/

isibizoPlural floors

  • 1

    umgangatho
    umphantsi
    There is a carpet on the floor Kukho ikhaphethi emgangathweni
  • 2

    umgangatho
    The building has three floors Isakhiwo sinemigangatho emithathu
    We live on the second floor Sihlala kumgangatho wesibini