Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika game in isiXhosa

: game1game2

game1

umdlalo

Ubizo-magama /gaym/

isibizoPlural games

  • 1

    umdlalo
    The children are playing games Abantwana badlala imidlalo
    a card game umdlalo wamakhasi

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika game in isiXhosa

: game1game2

game2

izilwanyana zasendle

Ubizo-magama /gaym/

isibizoPlural games

  • 1

    izilwanyana zasendle
    izilo zasendle
    The men are hunting game: bushbuck, impala and other animals Amadoda azingela izilwanyana zasendle: imbabala, impala, nezinye izilwanyana