Inguqulelo ka geometry in isiXhosa

geometry

ijometri

Ubizo-magama /jee-om-uh-tree/

isibizo

izibalo

  • 1

    ijometri
    inzululwazi ngokunxulumana kwemigca
    Geometry is part of Maths Ijometri yinxalenye yeMathematika
    • the study of lines, angles, surfaces, and solids
    • inzululwazi ngemigca, iiengile, imiphandle kunye nezinto eziqinileyo (iziqini)