Inguqulelo ka germinate in isiXhosa

germinate

-ntshula

Ubizo-magama /jur-min-ayt/

isenzigerminated, germinating

inzululwazi ngezityalo

  • 1

    -ntshula
    When there is light and warmth and water, a seed will begin to germinate Xa kukho ukukhanya, ubushushu namanzi imbewu iya kuqala ukuntshula
    • to start to grow from a seed
    • ukuqala ukuntshula kwimbewu