Inguqulelo ka glue in isiXhosa

glue

iglu

Ubizo-magama /gloo/

isibizo

  • 1

    iglu
    Use glue to stick the picture on the page Sebenzisa iglu ukuncamathelisa imifanekiso kweli phepha

Inguqulelo ka glue in isiXhosa

glue

-ncamathelisa

Ubizo-magama /gloo/

isenzi

  • 1

    -ncamathelisa
    Glue the note to the door Ncamathelisa umyalezo elucangweni

Inguqulelo ka glue in isiXhosa

glue

-ncamathelisa

Ubizo-magama /gloo/

isenzi

  • 1

    -ncamathelisa
    Glue the note to the door Ncamathelisa umyalezo elucangweni