Inguqulelo ka goods in isiXhosa

goods

iimpahla

Ubizo-magama /guudz/

isibizo esikwisininzi

ufundo ngezoqoqosho

  • 1

    iimpahla
    What type of goods does this shop sell? Le venkile ithengisa oluphi uhlobo lweempahla?
    • things that are made or sold
    • izinto ezenziwayo okanye zithengiswe