Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika grade in isiXhosa

: grade1grade2

grade1

-hlela

Ubizo-magama /grayd/

isenzigraded, grading

  • 1

    -hlela
    Grade the apples according to size Hlela ama-apile ngokobukhulu

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika grade in isiXhosa

: grade1grade2

grade2

ibanga

Ubizo-magama /grayd/

isibizoPlural grades

  • 1

    ibanga
    igreyidi
    Joseph is in Grade 3 UJoseph ukwiBanga lesi-3
  • 2

    iqondo
    igreyidi
    She got an A grade for Maths Ufumene iqondo elingu-A kwiMathematika