Inguqulelo ka grand in isiXhosa

grand

-mngangatho ophezulu

Ubizo-magama /grand/

isiphawuligrander, grandest

  • 1

    -mngangatho ophezulu
    -phucukile(yo)
    -didi oluphezulu
    -khulu
    The king stayed in a grand hotel Ukumkani wahlala kwihotele ekumgangatho ophezulu