Inguqulelo ka growth in isiXhosa

growth

ukukhula

Ubizo-magama /grohth/

isibizo

  • 1

    ukukhula
    ukwanda
    The clinic records each child's growth Iklinikhi ibhala phantsi ukukhula komntwana ngamnye
    Discuss the growth of the population Xoxa ngokwanda koluntu