Inguqulelo ka harvest in isiXhosa

harvest

isivuno

Ubizo-magama /haa-vuhst/

isibizoPlural harvests

  • 1

    isivuno
    The maize harvest is good Isivuno sombona sihle

isenzi

  • 1

    -vuna
    We harvest peaches in summer Sivuna iipesika ehlotyeni