Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika his in isiXhosa

: his1his2

his1

Ubizo-magama /hiz/

possessive adjective & icebaPlural their

  • 1

    Is that his bicycle? Yibhayisekile yakhe leya?
    The sangoma wants his medicine Isangoma sifuna amayeza aso

Usetyenziso

Remember that in English you use 'his' for boys and men and 'her' for girls and women.

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika his in isiXhosa

: his1his2

his2

Ubizo-magama /hiz/

isimelabizoPlural theirs

  • 1

    Jacob wants the money; he says it's his UJacob ufuna imali; uthi yeyakhe