Inguqulelo ka identity in isiXhosa

identity

ubuni

Ubizo-magama /y-dent-i-tee/

isibizoPlural identities

  • 1

    ubuni
    ubuwena
    ububani
    ukuba ngubani
    ukuba yintoni
    We don't know the thief's identity yet Asikalazi ukuba ngubani isela okwangoku