Inguqulelo ka include in isiXhosa

include

-faka

Ubizo-magama /in-klood/

isenziincluded, including

  • 1

    -faka
    -dibanisa
    -quka
    -bandakanya
    Include fruit in your lunch-box Faka neziqhamo kwibhokisi yakho yelantshi
    → Antonym of exclude
    All our prices include VAT Onke amaxabiso adibanisa ne-VAT