Inguqulelo ka indeed in isiXhosa

indeed

ngokwenene

Ubizo-magama /in-deed/

isihlomelo

  • 1

    ngokwenene
    enyanisweni
    He is very rich indeed Utyebe ngokwenene
  • 2

    enyanisweni
    eneneni
    It's important to do exercise; indeed, it's essential Kubalulekile ukwenza imithambo; enyanisweni, kuyimfuneko