Inguqulelo ka instrument in isiXhosa

instrument

isixhobo

Ubizo-magama /in-struu-muhnt/

isibizoPlural instruments

  • 1

    isixhobo
    The doctor uses an instrument to listen to the heart Ugqirha usebenzisa isixhobo sokumamela ukubetha kwentliziyo
  • 2

    isikhaliso
    iintambula
    Guitars and drums are musical instruments Iikatala namagubu ziintambula