Inguqulelo ka into in isiXhosa

into

Ubizo-magama /in-too/

preposition

  • 1

    Run into the town Balekela edolophini
    A car crashed into the wall Imoto yangqubeka eludongeni
  • 2

    phakathi + e-
    I fell into the river Ndawela phakathi emlanjeni
  • 3

    (a change from one state to another)
    Water changes into ice Amanzi atshintshela emkhenkceni