Inguqulelo ka irregular in isiXhosa

irregular

-jikajika(yo)

Ubizo-magama /i-reg-yuu-luh/

isiphawuli

  • 1

    -jikajika(yo)
    If you have an irregular heartbeat, you should go to the doctor Ukuba unentliziyo ejikajikayo ukubetha, kufuneka uye kwagqirha
  • 2

    inzululwazi geelwimi
    -nxaxhile(yo)
    "UmXhosa" is an irregular noun: its plural is not "abaXhosa" but "amaXhosa" "UmXhosa" sisibizo esinxaxhileyo: isininzi sakhe ngu"amaXhosa"; asingo"abaXhosa"
    • not following the usual rules
    • ukungalandeli imithetho eqhelekileyo
  • 3

    -ngalungelelananga
    -shiyashiyana(yo)
    In an irregular hexagon, the sides are not all equal Kunxantandathu ongalungelelananga amacala akalingani onke