Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika judge in isiXhosa

: judge1judge2

judge1

ijaji

Ubizo-magama /juj/

isibizoPlural judges

  • 1

    ijaji
    umgwebi
    The judge says that the man is guilty Ijaji ithi laa ndoda inetyala
  • 2

    ijaji
    umgwebi
    ingcali
    ichule
    My sister is a good judge of films Usisi wam yijaji elungileyo yeefilim

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika judge in isiXhosa

: judge1judge2

judge2

-gweba

Ubizo-magama /juj/

isenzijudged, judging

  • 1

    -gweba
    -wisa isigwebo
    A magistrate judged that we were not guilty Umantyi wawisa isigwebo sokuba asinatyala
  • 2

    -gweba
    I can't judge whether the answer is right or wrong Andikwazi kugweba ukuba impendulo ichanekile na okanye ayichanekanga