Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika lack in isiXhosa

: lack1lack2

lack1

ukuswela

Ubizo-magama /lak/

isibizo

  • 1

    ukuswela
    ukungabi nanto
    ukunqongophala
    The lack of good food and housing made their lives very hard Ukuswela ukutya okunesondlo nendawo yokuhlala kwenza ubomi babo banzima kakhulu

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika lack in isiXhosa

: lack1lack2

lack2

-dinga

Ubizo-magama /lak/

isenzilacked, lacking

  • 1

    -dinga
    -swela
    -nqatyelwa
    Their team lacks a good captain Iqela labo lidinga umphathi ofanelekileyo