Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika land in isiXhosa

: land1land2

land1

umhlaba

Ubizo-magama /land/

isibizoPlural lands

  • 1

    umhlaba
    The Earth is made up of land and sea Ihlabathi lenziwe ngumhlaba nolwandle
  • 2

    ilizwe
    Lesotho is a land with many mountains ILusuthu lilizwe elineentaba ezininzi
  • 3

    umhlaba
    The farmer grows maize on his land Umfama ulima umbona emhlabeni wakhe

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika land in isiXhosa

: land1land2

land2

-hla

Ubizo-magama /land/

isenzilanded, landing

  • 1

    (aeroplanes)
    -hla
    The plane landed at Mthatha airport Inqwelomoya yehla kwisikhululo seenqwelomoya saseMthatha
  • 2

    -betheka
    -wela
    -wa nga-
    He threw the brick, and it landed on the road Wagibisela ilitye laya kuwela endleni