Inguqulelo ka late in isiXhosa

late

emva kwexesha

Ubizo-magama /layt/

isiphawuli & isihlomelolater, latest

  • 1

    emva kwexesha
    kade
    The bus is often late Ibhasi isoloko ifika emva kwexesha
    → Antonym of early
    He is ten minutes late Usemva ngemizuzu elishumi
  • 2

    ekuyeni kuphela
    ekupheleni
    He arrived in late 2005 Wafika ekuyeni kuphela kowama-2005
  • 3

    (later)
    emva kwa+noun
    Can you come later? Ungeza emva kwethuba?
  • 4

    (a person who has died)
    -ngasekho(yo)
    -bhubhile(yo)
    -swelekile(yo)
    our late uncle umalume wethu ongasekhoyo

Usetyenziso

It is not correct English to say 'Our uncle is late' when you mean that he has died; say 'Our uncle has died'.