Inguqulelo ka latitude in isiXhosa

latitude

isibanzi

Ubizo-magama /lat-i-tyood/

isibizo

inzululwazi ngezelizwe

  • 1

    isibanzi
    umgama
    The latitude of Johannesburg is 26 °S, which means it is 26 degrees south of the equator Isibanzi seRhawuti ngama-26 °S, oko kuthetha ukuba ngama-26 eedigri ezantsi kweikhweytha
    → Compare longitude
    • the distance of a place from the equator, measured in degrees
    • umgama phakathi kwendawo neikhweyitha, ulinganiswa ngeedigri