Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika lie in isiXhosa

: lie1lie2lie3

lie1

-xoka

isenzilied, lying, lay, lain

  • 1

    -xoka
    I'm sorry that I lied to you Ndiyaxolisa ngokuba ndakuxokisa
    Please don't lie Nceda ungaxoki

Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika lie in isiXhosa

: lie1lie2lie3

lie2

-ngqengqa

isenzilied, lying, lay, lain

  • 1

    -ngqengqa
    Ben lay under the tree and slept UBen ungqengqe phantsi komthi, walala
  • 2

    -lala
    Dust lay on the books Uthuli lulele ezincwadini

Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika lie in isiXhosa

: lie1lie2lie3

lie3

ubuxoki

isibizoPlural lies

  • 1

    ubuxoki
    It's not true; it's a lie Asiyonyani, bubuxoki
    Don't tell lies! Musa ukuthetha ubuxoki!