Inguqulelo ka literacy in isiXhosa

literacy

isakhono sokufunda nokubhala

Ubizo-magama /lit-ruh-see/

isibizo

  • 1

    isakhono sokufunda nokubhala
    Literacy has improved here, and most people can read now Isakhono sokufunda nokubhala siphucukile apha, abantu abaninzi bayakwazi ukufunda ngoku