Inguqulelo ka locative in isiXhosa

locative

isihlomelo sendawo

Ubizo-magama /lok-uh-tiv/

isibizoPlural locatives

  • 1

    isihlomelo sendawo
    "Egumbini" and "emlanjeni" are examples of locatives "Egumbini" no"emlanjeni" yimizekelo yezihlomelo zendawo
    • in isiXhosa, locative adverbs help to indicate where a person or thing is, or in what direction they are going
    • esiXhoseni izihlomelo zinceda ukubonisa ukuba umntu okanye into iphi, okanye iya kweliphi icala