Inguqulelo ka longitude in isiXhosa

longitude

iside

Ubizo-magama /long-i-tyood/

isibizo

inzululwazi ngezelizwe

  • 1

    iside
    The longitude of Johannesburg is 28 °E Iside saseGoli ngu-28 °E
    → Compare latitude
    • a line that joins the North and South Poles on a map or globe
    • umgca othe nkqo odibanisa incam yoMntla neyoMzantsi kwimephu okanye kwiglowubhu