Inguqulelo ka magnify in isiXhosa

magnify

-andisa

Ubizo-magama /mag-ni-fy/

isenzimagnified, magnifying

itheknoloji

  • 1

    -andisa
    You need to magnify that insect so that you can see all the body parts clearly Kufuneka usandise ngesibonakhulu isinambuzane ukuze uwabone ngokucacileyo onke amalungu omzimba waso
    • make something look bigger
    • yenza into ibonakale inkulu