Inguqulelo ka maintain in isiXhosa

maintain

-lungisa

Ubizo-magama /mayn-tayn/

isenzimaintained, maintaining

  • 1

    -lungisa
    -londoloza
    It's the government's job to maintain the roads Ngumsebenzi karhulumente ukulungisa iindlela
  • 2

    -gcina
    Can the runner maintain this speed? Ngaba imbaleki ingasigcina esi santya?