Inguqulelo ka maximum in isiXhosa

maximum

umthamo ekungenakudlulwa kuwo

Ubizo-magama /mak-si-muhm/

isibizoPlural maximums

  • 1

    umthamo ekungenakudlulwa kuwo
    inani ekungenakudlulwa kulo
    The maximum number of passengers for this taxi is ten Inani labakhweli engenakudlula kulo teksi lishumi
    → Antonym of minimum
    • the greatest amount or size or speed that is possible
    • obona bungakanani buphezulu okanye isantya esinokwenziwa

isiphawuli

  • 1

    -phezulu
    The maximum speed allowed here is 80 kilometres per hour Esona santya siphezulu simiselweyo kule ndawo ziikhilomitha ezingama-80 ngeyure