Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika measure in isiXhosa

: measure1measure2

measure1

umlinganiso

Ubizo-magama /mezh-uh/

isibizoPlural measures

  • 1

    umlinganiso
    umlinganiselo
    inyathelo
    Kilograms and grams are measures for weight Iikhilogram neegrem yimilinganiso yobunzima

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika measure in isiXhosa

: measure1measure2

measure2

-linganisa

Ubizo-magama /mezh-uh/

isenzimeasured, measuring

  • 1

    -linganisa
    -meta ngokungekho sikweni
    Measure the box with a ruler Meta le bhokisi ngerula
  • 2

    -ba nomlinganiselo
    The room measures 20 square metres Eli gumbi linomlinganiselo ozizikwere ezingama-20