Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika mind in isiXhosa

: mind1mind2

mind1

ingqondo

isibizoPlural minds

  • 1

    ingqondo
    I have many ideas in my mind Ndineengcamango ezininzi engqondweni yam

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika mind in isiXhosa

: mind1mind2

mind2

-khathazeka

isenziminded, minding

  • 1

    -khathazeka
    Do you mind missing the party? Ungakhathazeka xa unokuphoswa litheko?
  • 2

    -lumkela
    Mind the step! Lumkela isitephu!