Inguqulelo ka minister in isiXhosa

minister

umfundisi

Ubizo-magama /min-iss-tuh/

isibizoPlural ministers

  • 1

    umfundisi
    The minister asked us to pray Umfundisi wasicela ukuba sithandaze
  • 2

    uMphathiswa
    The President and the Minister of Finance walked in Wangena uMongameli noMphathiswa wezeMali