Inguqulelo ka most in isiXhosa

most

absolute pronoun + -ninzi

isihlomelo & iceba

  • 1

    absolute pronoun + -ninzi
    ubuninzi ba-
    Most of her friends came Kweza abona bahlobo baninzi
    Who has read the most books? Ngubani ofunde ezona ncwadi zininzi?
  • 2

    She's the most intelligent girl in the school Yeyona ntombi ikrelekrele kakhulu esikolweni

Usetyenziso

'Most' is used with many adjectives and adverbs to show degrees of comparison, as in 'beautiful, more beautiful, most beautiful'.