Inguqulelo ka must in isiXhosa

must

-mele

Ubizo-magama /must/

isenzi

  • 1

    -mele
    kufuneka
    We must go to school; it's the law Kumele siye esikolweni; lowo ngumthetho
  • 2

    -nokuba
    -fanele ukuba
    -noba ngokungekho sikweni
    -fanuba ngokungekho sikweni
    You must be tired after your journey! Unokuba udiniwe emva kohambo oluhambileyo!