Inguqulelo ka neutral in isiXhosa

neutral

-phakathi

Ubizo-magama /nyoo-truhl/

isiphawuli

  • 1

    -phakathi
    -ngakhethi cala
    The referee can't favour a team. He must be neutral Usompempe akanakuba naqela alikhethayo. Kufuneka angakhethi cala
  • 2

    ikhemistri
    ayina-asidi ayina-alkali
    -nyutrali ngokungekho sikweni
    A substance with a pH of 7 is neutral Into ene-pH ka-7 ayina-asidi ayina-alkali
    • neither acid nor alkaline
    • asiyoasidi ingasiyiyo nealkhalayini