Inguqulelo ka oil in isiXhosa

oil

ioli

Ubizo-magama /oyl/

isibizo

  • 1

    inzululwazi ngezelizwe
    ioli
    ioyile ngokungekho sikweni
    • a liquid, found underground, used as a fuel and to make the parts of machines turn easily
    • ulwelo, olufunyanwa phantsi komhlaba, olusetyenziswa njengamafutha ukwenza amalungu omatshini ajikeleze lula
  • 2

    Ukupheka
    ioli
    • liquid fat from plants, used in cooking
    • amafutha angamanzi asuka kwizityalo, asetyenziswa ekuphekeni